Sibunjwe ngokukhethekileyo
Tshwanelo Serumola
* Affiliatelinks/Werbelinks
Links auf reinlesen.de sind sogenannte Affiliate-Links. Wenn du auf so einen Affiliate-Link klickst und über diesen Link einkaufst, bekommt reinlesen.de von dem betreffenden Online-Shop oder Anbieter eine Provision. Für dich verändert sich der Preis nicht.
Beschreibung
Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke, kwaye ayawushukumisa umhlaba. Singaba ziingcali kwezenzululwazi, amagcisa, iinjineli okanye naluphi na uhlobo lobuvulandlela.
Amantombazana antsundu akhaliphile, silandela umzekelo wamanye amanina akhethekileyo! Nditsho amanina awayekhona phambi kokuba sizalwe – oodade bethu noomama bethu.
Incwadi ethi Sidalwe ngokukhethekileyo yincwadi eyakhayo nenika inkuthazo kumantombazana antsundu. Incoma indlela la mantombazana antsundu ngayo ngokwahlukileyo, anemizimba eyahlukileyo namile ngokwahlukileyo ngayo. Le ncwadi fundisa amantombazana hayi ukuzamkela nje kuphela koko ukubhiyozela indlela adalwe ngokukhethekileyo ngayo ngokwasemzimbeni, ngokweetalente zawo ngelixa ikwakhuthaza ukuba abe namaphupha amakhulu aphuhlise nesakhono sawo sokuyila.